Hlumeka Dumezweni

Umthombo wobomi

eBook Ausgabe. Sprachen: Xhosa (Südafrika)
eBook (epub)
EAN 9780463520901
Veröffentlicht August 2018
Verlag/Hersteller Hlumeka Dumezweni
Familienlizenz Family Sharing
0,00 inkl. MwSt.
Teilen
Beschreibung

Umthombo wobomi yincwadi ebhalwe nguHlumeka Dumezweni ozalelwe eNgcobo kwilali yakuBhinase eMqonci. Le ntombi iqale ukuba nomdla kuncwadi ikwibanga lesithathu, yayisoloko ifunda incwadi zikadade wayo owayekwibanga lesithoba ngelo xesha. Mhla angenanto yakwenza ebesiya kwithala leencwadi ayokuzikhangelela incwadi ukuze azifundele. Kwisikolo samabanga aphakamileyo iGonubie eMonti apho ebefunda khona, ebedumile ngokuluthanda olu lwimi lwenkobe futhi etshatshele ekulazini. Iminyaka mibini ilandelelana ebuya neendebe kumsitho wembasa wokuphela konyaka. Le yincwadi yesihobe equlathe imibongo eyinkuthazo kwaba ngenathemba, ebopha amanxeba kwabophayo, ezisa inkululeko kwabo babotshwe ngamatyathanga obu bomi futhi inika nomkhombandlela wokuhlalisana ngoxolo siluluntu kwindawo esihlala kuzo.

Portrait

uHlumeka Dumezweni yintombi ezalelwe eNgcobo kwilali yakuBhinase eMqonci, eneminyaka eyi 23. Le ntombi iqale ukuba nomdla kuncwadi ikwibanga lesithathu, yayisoloko ifunda iincwadi zikadade wayo owayekwibanga lesithoba ngelo xesha. Mhla angenanto yakwenza ebesiya kwithala leencwadi ayokuzikhangelela iincwadi ukuze azifundele.
Kwisikolo samabanga aphakamileyo iGonubie eMonti apho ebefunda khona, ebedumile ngokuluthanda olu lwimi lwenkobe futhi etshatshele ekulazini. Iminyaka mibini ilandelelana ebuya neendebe kumsitho wembasa wokuphela konyaka.
Ungumbhali weencwadi ezimbini uLind'usenza oyinoveli kunye nomthombo wobomi oyisihobe. Ufumane ke nesidanga sakhe kwezokhenketho kwidyunivesith iNelson Mandela, ebhayi ukanti ngok uzinze kwela seMelika.
Umthombo wobom uqulathe imibongo eyinkuthazo kwaba ngenathemba, ebopha amanxeba kwabophayo, ezisa inkululeko kwabo babotshwe ngamatyathanga obu bomi futhi inika nomkhombandlela wokuhlalisana ngoxolo siluluntu kwindawo esihlala kuzo.

Technik
Dieses eBook wird im epub-Format geliefert und ist mit einem Adobe Kopierschutz (DRM) versehen. Sie können dieses eBook mit allen Geräten lesen, die das epub-Format und den Adobe Kopierschutz (DRM) unterstützen.
Zum Beispiel mit den folgenden Geräten:
• tolino Reader 
Laden Sie das eBook direkt über den Reader-Shop auf dem tolino herunter oder übertragen Sie das eBook auf Ihren tolino mit einer kostenlosen Software wie beispielsweise Adobe Digital Editions. 
• Sony Reader & andere eBook Reader 
Laden Sie das eBook direkt über den Reader-Shop herunter oder übertragen Sie das eBook mit der kostenlosen Software Sony READER FOR PC/Mac oder Adobe Digital Editions auf ein Standard-Lesegeräte mit epub- und Adobe DRM-Unterstützung. 
• Tablets & Smartphones 
Möchten Sie dieses eBook auf Ihrem Smartphone oder Tablet lesen, finden Sie hier unsere kostenlose Lese-App für iPhone/iPad und Android Smartphone/Tablets. 
• PC & Mac 
Lesen Sie das eBook direkt nach dem Herunterladen mit einer kostenlosen Lesesoftware, beispielsweise Adobe Digital Editions, Sony READER FOR PC/Mac oder direkt über Ihre eBook-Bibliothek in Ihrem Konto unter „Meine eBooks“ -„online lesen“.
Schalten Sie das eBook mit Ihrer persönlichen Adobe ID auf bis zu sechs Geräten gleichzeitig frei.
Bitte beachten Sie, dass die Kindle-Geräte das Format nicht unterstützen und dieses eBook somit nicht auf Kindle-Geräten lesbar ist.
Hersteller
Libri GmbH
Friedensallee 273

DE - 22763 Hamburg

E-Mail: GPSR@libri.de

Website: www.libri.de